Genesis 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa wathi kuye: “Inkosi yam iyazi ukuba abantwana babuthathaka yaye kufuneka ndicingele+ nezimvu kwaneenkomo ezanyisayo, yaye ukuba zikhe zaxheshwa usuku nje olunye, ngokuqinisekileyo ungafa wonke lo mhlambi.+ Yohane 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndingumalusi omhle, kwaye ndiyazazi izimvu zam+ nezimvu zam ziyandazi,+ Yohane 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Ndinazo nezinye izimvu,+ ezingezizo ezesi sibaya;+ nazo ezo ndimele ndize nazo, yaye ziya kuliphulaphula ilizwi lam,+ zize zibe mhlambi mnye, nomalusi abe mnye.+ 1 Petros 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;
13 Kodwa wathi kuye: “Inkosi yam iyazi ukuba abantwana babuthathaka yaye kufuneka ndicingele+ nezimvu kwaneenkomo ezanyisayo, yaye ukuba zikhe zaxheshwa usuku nje olunye, ngokuqinisekileyo ungafa wonke lo mhlambi.+
16 “Ndinazo nezinye izimvu,+ ezingezizo ezesi sibaya;+ nazo ezo ndimele ndize nazo, yaye ziya kuliphulaphula ilizwi lam,+ zize zibe mhlambi mnye, nomalusi abe mnye.+
2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;