Zekariya 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba hayi indlela okukhulu ngayo ukulunga kwakhe,+ yaye hayi indlela ayinzwana ngayo!+ Ukudla okuziinkozo kuya kubenza bachume abafana, newayini entsha ichumise iintombi ezinyulu.”+
17 Kuba hayi indlela okukhulu ngayo ukulunga kwakhe,+ yaye hayi indlela ayinzwana ngayo!+ Ukudla okuziinkozo kuya kubenza bachume abafana, newayini entsha ichumise iintombi ezinyulu.”+