Mika 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uya kukholiswa na uYehova ngamawaka eenkunzi zeegusha, ngamashumi amawaka emisinga yeoli?+ Ndiya kunikela ngonyana wam olizibulo na ngenxa yokuvukela kwam, isiqhamo sesisu sam na ngenxa yesono somphefumlo wam?+
7 Uya kukholiswa na uYehova ngamawaka eenkunzi zeegusha, ngamashumi amawaka emisinga yeoli?+ Ndiya kunikela ngonyana wam olizibulo na ngenxa yokuvukela kwam, isiqhamo sesisu sam na ngenxa yesono somphefumlo wam?+