Isaya 46:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwanasebudaleni bukabani isekwaNdim;+ nasekubeni ubani abe yingwevu ndiya kuqhubeka ndithwele.+ Ngokuqinisekileyo mna ndiya kusebenza,+ ukuze ndithwale nokuze ndifunqule ndize ndisindise.+ Malaki 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Kuba ndinguYehova, anditshintshanga.+ Yaye nina ningoonyana bakaYakobi; anigqitywanga naphela.+ Yakobi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+
4 Kwanasebudaleni bukabani isekwaNdim;+ nasekubeni ubani abe yingwevu ndiya kuqhubeka ndithwele.+ Ngokuqinisekileyo mna ndiya kusebenza,+ ukuze ndithwale nokuze ndifunqule ndize ndisindise.+
17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+