Duteronomi 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+ INdumiso 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova,+Abantu abanyule njengelifa lakhe.+
6 Ngokuba usisizwana esingcwele kuYehova uThixo wakho.+ Nguwe uYehova uThixo wakho amnyulileyo ukuba abe sisizwana sakhe, abe yinqobo kuye, kwizizwana zonke eziphezu komhlaba.+