Isaya 40:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zonke iintlanga zinjengento engekhoyo phambi kwakhe;+ zigqalwe njengento engento nengeyonene kuye.+ Isaya 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+
17 Zonke iintlanga zinjengento engekhoyo phambi kwakhe;+ zigqalwe njengento engento nengeyonene kuye.+
12 Kuba naluphi na uhlanga nabo nabuphi na ubukumkani obungayi kukukhonza buya kutshabalala; neentlanga nakanjani na ziya kuphanza.+