Isaya 52:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Khangela! Umkhonzi wam+ uya kwenza ngengqiqo.+ Uya kuba sesikhundleni esiphakamileyo kwaye ngokuqinisekilyo uya kunyuswa aze aphakanyiswe kakhulu.+ Mateyu 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Khangela! Umkhonzi wam+ endimnyulileyo, intanda yam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam! Ndiza kufaka umoya wam kuye,+ yaye okusesikweni uya kukwenza kucace ezintlangeni. Yohane 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+ Yohane 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+
13 Khangela! Umkhonzi wam+ uya kwenza ngengqiqo.+ Uya kuba sesikhundleni esiphakamileyo kwaye ngokuqinisekilyo uya kunyuswa aze aphakanyiswe kakhulu.+
18 “Khangela! Umkhonzi wam+ endimnyulileyo, intanda yam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam! Ndiza kufaka umoya wam kuye,+ yaye okusesikweni uya kukwenza kucace ezintlangeni.
34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+
38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+