Mateyu 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+ Yohane 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+ 2 Petros 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+
17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+
27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+
17 Kuba yamkela kuThixo uYise imbeko nozuko,+ xa kwabhekiswa kuyo amazwi anjengala evela kubungangamela bozuko: “Lo ngunyana wam, oyintanda, endikholisiweyo nguye.”+