IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Zekariya 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Vuya kakhulu, wena ntombi yaseZiyon.+ Duma ngoloyiso,+ wena ntombi yaseYerusalem. Khangela! Ukumkani wakho+ uza kuwe.+ Ulilungisa, ewe, usindisiwe;+ uthobekile,+ yaye ukhwele e-esileni, sona kanye isilwanyana esikhule ngokupheleleyo esizalwa yimazi ye-esile.+

  • Mateyu 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 kodwa wabayala ngokungqongqo ukuba bangamvezi;+

  • Mateyu 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Akayi kudala ingxabano,+ okanye adanduluke kakhulu, kungekho nabani na oya kuliva ilizwi lakhe kwiindlela eziphangaleleyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share