Isaya 41:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba mna, Yehova uThixo wakho, ndibamba isandla sakho sasekunene,+ ndithi kuwe, ‘Musa ukoyika.+ Mna ngokwam ndiza kukunceda.’+
13 Kuba mna, Yehova uThixo wakho, ndibamba isandla sakho sasekunene,+ ndithi kuwe, ‘Musa ukoyika.+ Mna ngokwam ndiza kukunceda.’+