IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye ndiya kukwenza ube luhlanga olukhulu ndize ndikusikelele, ndilenze libe likhulu igama lakho; ube yintsikelelo.+

  • Genesis 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba,+ ize emva koko iphume nempahla eninzi.+

  • Yoshuwa 21:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Akukho sithembiso sasilelayo kuzo zonke izithembiso ezilungileyo uYehova awayezenzile kwindlu kaSirayeli; zonke zaba yinyaniso.+

  • 1 Kumkani 8:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye wahlabela mgama wathi: “Makabongwe uYehova+ uTHIXO kaSirayeli, owathetha ngomlomo wakhe noDavide+ ubawo kwaye ngesandla sakhe uye wazalisekisa,+ esithi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share