2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+