INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+ Hebhere 13:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+
5 Musani ukuba ngabathandi bemali,+ kunoko yanelani+ zizinto ezikhoyo.+ Kuba uthe: “Andiyi kuze ndikushiye, ndingayi kuze ndikutyeshele.”+