Yeremiya 50:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ElamaKhaledi limele libe lixhoba.+ Abo bayenza ixhoba baya kuzanelisa,”+ utsho uYehova. ISityhilelo 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kanjalo, abarhwebi+ abahambahambayo bomhlaba bayalila yaye bazilile ngenxa yayo,+ kuba akukho bani wokuthenga impahla yabo eninzi kwakhona,
11 “Kanjalo, abarhwebi+ abahambahambayo bomhlaba bayalila yaye bazilile ngenxa yayo,+ kuba akukho bani wokuthenga impahla yabo eninzi kwakhona,