Eksodus 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke wena, phakamisa intonga+ yakho uze wolule isandla sakho phezu kolwandle,+ ulwahlukanise, ukuze bahambe oonyana bakaSirayeli phakathi kolwandle emhlabeni owomileyo.+ Yoshuwa 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye kothi xa iintende zeenyawo zababingeleli abathwele ityeya kaYehova, iNkosi yomhlaba uphela, zisima emanzini aseYordan, amanzi aseYordan aya kunqamka, amanzi ehla phezulu, yaye aya kuma ngxi njengedama elinye.”+
16 Ke wena, phakamisa intonga+ yakho uze wolule isandla sakho phezu kolwandle,+ ulwahlukanise, ukuze bahambe oonyana bakaSirayeli phakathi kolwandle emhlabeni owomileyo.+
13 Yaye kothi xa iintende zeenyawo zababingeleli abathwele ityeya kaYehova, iNkosi yomhlaba uphela, zisima emanzini aseYordan, amanzi aseYordan aya kunqamka, amanzi ehla phezulu, yaye aya kuma ngxi njengedama elinye.”+