IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+

  • INdumiso 79:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Silungcikivo kubamelwane bethu,+

      Into yokugxekwa nokugculelwa ngabo basijikelezileyo.+

  • INdumiso 137:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kuba apho abo babesibambe njengabathinjwa bacela kuthi amazwi engoma,+

      Nabo babesenza intlekisa ngayo—ukuze babe nemihlali besithi:+

      “Sivumeleni enye yeengoma zaseZiyon.”+

  • Luka 21:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 yaye siya kuwa ngohlangothi lwekrele size sikhokelelwe kuzo zonke iintlanga sithinjiwe;+ neYerusalem iya kunyathelwa ziintlanga, ade azaliseke amaxesha amisiweyo+ eentlanga.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share