INdumiso 80:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wawenza wemka umdiliya eYiputa.+Wazigxotha iintlanga, ukuze uwutyale.+ Yeremiya 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abalusi abaninzi+ basonakalisile isidiliya sam;+ basinyathele isabelo sam.+ Isabelo sam esinqwenelekayo+ basiphethulele ekubeni yintlango yenkangala ephanzileyo. Luka 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke waxelela abantu lo mzekeliso: “Umntu watyala isidiliya,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo kangangexesha elide.+
10 Abalusi abaninzi+ basonakalisile isidiliya sam;+ basinyathele isabelo sam.+ Isabelo sam esinqwenelekayo+ basiphethulele ekubeni yintlango yenkangala ephanzileyo.
9 Wandula ke waxelela abantu lo mzekeliso: “Umntu watyala isidiliya,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo kangangexesha elide.+