1 Samuweli 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Andula ke ama-Ashdode avuka ekuseni ngemini elandelayo, nanko uDagon ewile ngobuso emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova.+ Ngoko amthabatha uDagon aza ambuyisela endaweni yakhe.+ 1 Samuweli 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda aseAshdode eza aza abona ukuba kunjalo, aza athi: “Ityeya kaTHIXO kaSirayeli mayingahlali kuthi, ngenxa yokuba isandla sakhe siye sanzima kuthi nakuDagon uthixo wethu.”+ Isaya 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+
3 Andula ke ama-Ashdode avuka ekuseni ngemini elandelayo, nanko uDagon ewile ngobuso emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova.+ Ngoko amthabatha uDagon aza ambuyisela endaweni yakhe.+
7 Amadoda aseAshdode eza aza abona ukuba kunjalo, aza athi: “Ityeya kaTHIXO kaSirayeli mayingahlali kuthi, ngenxa yokuba isandla sakhe siye sanzima kuthi nakuDagon uthixo wethu.”+
29 Kuba baya kuba neentloni ngemithi emikhulu kakhulu leyo nayinqwenelayo,+ yaye niya kudana ngenxa yemiyezo eniyinyulileyo.+