IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku uLabhan wayeye kucheba izimvu zakhe. Ngelo xesha uRakeli weba imilonde-khaya+ kayise.

  • Genesis 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi ke uYakobi kwindlu yakhe nakubo bonke ababenaye: “Balahleni oothixo basemzini abaphakathi kwenu,+ nize nizihlambulule, nitshintshe neengubo zenu zokwaleka,+

  • Duteronomi 27:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Uqalekisiwe umntu owenza umfanekiso oqingqiweyo+ okanye otyhidiweyo,+ nto leyo ecekisekayo kuYehova,+ eyimveliso yezandla zosebenza ngomthi nangesinyithi,+ ayibeke endaweni esitheleyo.’ (Baphendule bonke abantu bathi, ‘Amen!’)+

  • ABagwebi 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngoko wayibuyisela isilivere kunina, kwaye unina wathabatha amaqhosha esilivere angamakhulu amabini waza wawanika umkhandi wesilivere.+ Yaye wenza umfanekiso oqingqiweyo+ nomfanekiso otyhidiweyo;+ kwaye waba sendlwini kaMika.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share