Yeremiya 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye kwangaxeshanye zingqineka zingaqiqi yaye ziziziyatha.+ Umthi usisibongozo nje esingamampunge.+ Roma 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+
8 Kwaye kwangaxeshanye zingqineka zingaqiqi yaye ziziziyatha.+ Umthi usisibongozo nje esingamampunge.+
21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+