Yeremiya 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Intliziyo inenkohliso kunayo nantoni na yaye iyatyhudisa.+ Ngubani na onokuyazi? Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+ Yakobi 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ngamnye ulingwa ngokutsalwa nokuwexulwa ngumnqweno wakhe.+
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+