INdumiso 74:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nguwe owahlukanisa umthombo nomsinga;+Wena womisa imilambo engatshiyo.+ Isaya 42:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuphanzisa+ iintaba neenduli, kwaye bonke utyani bazo ndiya kubomisa. Yaye ndiza kujika imilambo ibe ziziqithi, namachibi aneengcongolo ndiya kuwomisa.+ Yeremiya 50:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Amanzi ayo ayaphanziswa, yaye amele ome.+ Kuba ililizwe lemifanekiso eqingqiweyo,+ kwaye ngenxa yemibono yabo eyothusayo benza ngempambano. ISityhilelo 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Eyesithandathu+ yasiphalaza isitya sayo kumlambo omkhulu umEfrate,+ atsha amanzi awo,+ ukuze ilungiswe indlela yookumkani+ abavela ekuphumeni kwelanga.
15 Ndiya kuphanzisa+ iintaba neenduli, kwaye bonke utyani bazo ndiya kubomisa. Yaye ndiza kujika imilambo ibe ziziqithi, namachibi aneengcongolo ndiya kuwomisa.+
38 Amanzi ayo ayaphanziswa, yaye amele ome.+ Kuba ililizwe lemifanekiso eqingqiweyo,+ kwaye ngenxa yemibono yabo eyothusayo benza ngempambano.
12 Eyesithandathu+ yasiphalaza isitya sayo kumlambo omkhulu umEfrate,+ atsha amanzi awo,+ ukuze ilungiswe indlela yookumkani+ abavela ekuphumeni kwelanga.