IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wandula ke uThixo wathi:+ “Makubekho ukukhanya.” Kwabakho ke ukukhanya.+

  • INdumiso 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Xa ndibona amazulu akho, imisebenzi yeminwe yakho,+

      Inyanga neenkwenkwezi ozilungiseleleyo,+

  • Yeremiya 31:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Utsho uYehova, uMniki welanga lokukhanya kwemini,+ imimiselo+ yenyanga+ neenkwenkwezi zokukhanya kobusuku,+ Lowo uzamazamisa ulwandle ukuze amaza alo axokozele,+ Lowo ugama lakhe linguYehova wemikhosi,+ ukuthi:

  • Yakobi 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share