IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wathi uYehova kuMoses: “Yolulela isandla sakho emazulwini,+ ukuze kubekho ubumnyama ezweni laseYiputa, ubumnyama obungqingqwa.”

  • INdumiso 104:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ubangela ubumnyama, ukuze kube sebusuku;+

      Zihambahambe ngabo zonke izilwanyana zasendle.

  • Amosi 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba, khangela! uMyili weentaba+ noMdali womoya,+ Lowo uxelela umntu wasemhlabeni oko akuxhalabeleyo engqondweni yakhe,+ Lowo wenza isifingo sibe bubumnyama,+ Lowo unyathela kwiindawo eziphakamileyo zomhlaba,+ nguYehova uTHIXO wemikhosi igama lakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share