IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 61:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba njengoko umhlaba uvelisa ihlumelo lawo,+ nanjengoko umyezo uzenza zihlume izinto ezihlwayelwe kuwo, ngokunjalo neNkosi enguMongami uYehova iya kuhlumisa ubulungisa+ nendumiso phambi kwazo zonke iintlanga.+

  • 1 Korinte 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Mna ndatyala,+ uApolo wankcenkcesha,+ kodwa uThixo wakhulisa;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share