2 Samuweli 22:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ke yena uTHIXO oyinyaniso, igqibelele indlela yakhe;+Ilizwi likaYehova lisulungekile.+Ulikhaka kubo bonke abo basabela kuye.+ 1 Korinte 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+
31 Ke yena uTHIXO oyinyaniso, igqibelele indlela yakhe;+Ilizwi likaYehova lisulungekile.+Ulikhaka kubo bonke abo basabela kuye.+
5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+