Duteronomi 4:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+ Yoweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.
39 Yaye wazi kakuhle ke namhlanje, kwaye umele ukhumbule entliziyweni yakho ukuba uYehova unguTHIXO oyinyaniso emazulwini phezulu nasemhlabeni phantsi.+ Akukho wumbi.+
27 Kuya kufuneka ke nazi ukuba ndiphakathi kukaSirayeli,+ nokuba ndinguYehova uThixo wenu nokuba akakho omnye.+ Yaye abantu bam abayi kuba nazintloni ukusa kwixesha elingenammiselo.