Genesis 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+ Amosi 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+ Hebhere 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,
16 yathi: “‘Ndizifungile,’ utsho uYehova,+ ‘ukuba ngenxa yokuba uyenzile le nto waza akwala nonyana wakho, ekuphela kwakhe,+
8 “‘INkosi enguMongami uYehova ifunge umphefumlo wayo,’+ utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, ukuthi, ‘“Ndiyalicekisa iqhayiya likaYakobi,+ neenqaba zakhe zokuhlala ndizithiyile,+ kwaye ndiza kusinikela isixeko noko sizaliswe kuko.+
13 Kuba xa uThixo wenza isithembiso sakhe kuAbraham,+ ekubeni kungekho nabani na omkhulu kunaye awayenokufunga+ ngaye, wafunga ngaye siqu,