Roma 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kuba kubhaliwe kwathiwa: “‘Njengoko ndiphila,’ utsho uYehova,+ ‘onke amadolo aya kugoba kum, yaye zonke iilwimi ziya kumvuma ekuhleni uThixo.’”+
11 kuba kubhaliwe kwathiwa: “‘Njengoko ndiphila,’ utsho uYehova,+ ‘onke amadolo aya kugoba kum, yaye zonke iilwimi ziya kumvuma ekuhleni uThixo.’”+