IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 28:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Apho ke kwakukho umprofeti kaYehova ogama linguOdedi. Ngoko waphuma phambi komkhosi owawusiza eSamariya waza wathi kuwo: “Khangela! Kwakungenxa yomsindo+ kaYehova uTHIXO wookhokho benu nxamnye noYuda ukuba amnikele esandleni senu, kangangokuba niye nabulala phakathi kwabo ngomsindo+ oye kufikelela emazulwini.+

  • 2 Kronike 36:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa baqhubeka bebagculela+ abathunywa bakaTHIXO oyinyaniso bewadelela amazwi akhe+ bebenza intlekisa+ abaprofeti bakhe, de wafika umsindo+ kaYehova nxamnye nabantu bakhe, kwada akwabakho kuphiliswa.+

  • Isaya 42:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+

  • Zekariya 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share