Daniyeli 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+ ISityhilelo 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokomkhamo ezizukise nephile ngawo kubunewunewu bokungabi nazintloni, ukusa kuloo mkhamo yinikeni ukuthuthumba nokuzila.+ Kuba ithi entliziyweni yayo, ‘Ndingukumkanikazi,+ andingomhlolokazi,+ yaye andisayi kuze ndikubone ukuzila.’+
30 Wasuka ukumkani wathi:+ “Asiyiyo na le iBhabhiloni Enkulu, endizakhele yona ngamandla am amakhulu+ ukuba ibe yindlu yasebukhosini, ngenxa yesidima sobungangamsha bam?”+
7 Ngokomkhamo ezizukise nephile ngawo kubunewunewu bokungabi nazintloni, ukusa kuloo mkhamo yinikeni ukuthuthumba nokuzila.+ Kuba ithi entliziyweni yayo, ‘Ndingukumkanikazi,+ andingomhlolokazi,+ yaye andisayi kuze ndikubone ukuzila.’+