INdumiso 73:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Owu hayi indlela abayinto yokukhwankqiswa ngayo njengephanyazo!+Hayi indlela abafikelele esiphelweni sabo ngayo, bafikelele esiphelweni ngento enkwantyisa ngequbuliso! ISityhilelo 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngoxa bemi mgama ngenxa yoloyiko abanalo ngokuthuthumba kwayo baze bathi,+ ‘Yeha, yeha, wena sixeko sikhulu,+ Bhabhiloni wena sixeko someleleyo, ngenxa yokuba ufike ngelixa elinye umgwebo wakho!’+
19 Owu hayi indlela abayinto yokukhwankqiswa ngayo njengephanyazo!+Hayi indlela abafikelele esiphelweni sabo ngayo, bafikelele esiphelweni ngento enkwantyisa ngequbuliso!
10 ngoxa bemi mgama ngenxa yoloyiko abanalo ngokuthuthumba kwayo baze bathi,+ ‘Yeha, yeha, wena sixeko sikhulu,+ Bhabhiloni wena sixeko someleleyo, ngenxa yokuba ufike ngelixa elinye umgwebo wakho!’+