Yeremiya 51:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+
6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+