INdumiso 107:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Ngubani na osisilumko? Uya kuthi kokubini agcine ezi zinto+Kwaye azibonise enikela ingqalelo kwizenzo zikaYehova zobubele bothando.+ Isaya 41:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ukuze abantu babone, bazi, baqonde ukuba isandla sikaYehova sikwenzile oku, yaye Lowo Ungcwele kaSirayeli ukudalile oku.”+
43 Ngubani na osisilumko? Uya kuthi kokubini agcine ezi zinto+Kwaye azibonise enikela ingqalelo kwizenzo zikaYehova zobubele bothando.+
20 ukuze abantu babone, bazi, baqonde ukuba isandla sikaYehova sikwenzile oku, yaye Lowo Ungcwele kaSirayeli ukudalile oku.”+