Nehemiya 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye ngobuninzi benceba yakho akuzange ubatshabalalise+ okanye ubashiye;+ kuba unguThixo onobabalo+ nenceba.+ INdumiso 78:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.
31 Yaye ngobuninzi benceba yakho akuzange ubatshabalalise+ okanye ubashiye;+ kuba unguThixo onobabalo+ nenceba.+
38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.