Hezekile 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+ Roma 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba “igama likaThixo liyanyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga”;+ kanye njengoko kubhaliwe.
9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+