IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngobukhulu bokongama kwakho uyabadiliza abakuvukelayo;+

      Ukhupha ukuvutha komsindo wakho, kubadle kubagqibe njengeendiza.+

  • Yoweli 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Sidloba ngesandi seenqwelo eziphezulu ezintabeni,+ njengesandi somlilo odangazelayo oqwenga iindiza.+ Sinjengesizwana esinamandla, esilungele idabi.+

  • Nahum 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nangona bephinyelene njengameva+ yaye benxile ngokungathi banxiliswe butywala bengqolowa,+ ngokuqinisekileyo baya kuqwengwa njengeendiza ezome ngokupheleleyo.+

  • Malaki 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuba, khangela! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abo benza ubungendawo bamele babe njengeendiza.+ Kwaye imini leyo izayo ngokuqinisekileyo iya kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayiyi kubashiyela nokuba yingcambu okanye isebe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share