Yobhi 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaphantsi iingcambu zakhe ziya koma,+Yaye, ngaphezulu, isebe lakhe liya kubuna. Hoseya 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UEfrayim makaxatyelwe.+ Kanye iingcambu zakhe mazome.+ Akukho siqhamo aya kusivelisa.+ Kwakhona, ukuba kunokwenzeka azale, ndiya kubulala kwanezinto ezinqwenelekayo zesisu sakhe.”+ Amosi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Kodwa mna, ndambhubhisa umAmori+ ngenxa yabo, okuphakama kwakhe kwakunjengokuphakama kwemisedare, nowayenamandla njengemithi exandileyo;+ ndasibhubhisa isiqhamo sakhe phezulu neengcambu zakhe ngaphantsi.+
16 UEfrayim makaxatyelwe.+ Kanye iingcambu zakhe mazome.+ Akukho siqhamo aya kusivelisa.+ Kwakhona, ukuba kunokwenzeka azale, ndiya kubulala kwanezinto ezinqwenelekayo zesisu sakhe.”+
9 “‘Kodwa mna, ndambhubhisa umAmori+ ngenxa yabo, okuphakama kwakhe kwakunjengokuphakama kwemisedare, nowayenamandla njengemithi exandileyo;+ ndasibhubhisa isiqhamo sakhe phezulu neengcambu zakhe ngaphantsi.+