Yona 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova. Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+ Filipi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaphezu koko, xa wayekwimo yomntu,+ wazithoba kwada kwasa ekufeni,+ ewe, ukufa kwisibonda sentuthumbo.+
3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova.
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+
8 Ngaphezu koko, xa wayekwimo yomntu,+ wazithoba kwada kwasa ekufeni,+ ewe, ukufa kwisibonda sentuthumbo.+