IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 29:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Xa wayebangela isibane sakhe sikhanye entlokweni yam,

      Xa ndandihamba ebumnyameni ngokukhanya kwakhe;+

  • INdumiso 23:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Nangona ndihamba kwintlambo yethunzi elimnyama,+

      Andoyiki nto imbi,+

      Kuba unam wena;+

      Intonga yakho nomsimelelo wakho ziyandithuthuzela.+

  • Isaya 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Abantu ababehamba ebumnyameni babone ukukhanya okukhulu.+ Ke bona abo bahlala elizweni elinethunzi elimnyama,+ ukukhanya kuye kwakhanyisa phezu kwabo.+

  • Isaya 59:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kungenxa yoko le nto okusesikweni kukude kuthi, nobulungisa bungasifumani. Sihlala sithembe ukukhanya, kodwa, khangela! bubumnyama; sithembe ukuqaqamba, kodwa saqhubeka sihamba esithokothokweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share