10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+