Isaya 65:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+
18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+