Isaya 40:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kukho Lowo uhlala phezu kwesazinge somhlaba,+ abo bahlala kuwo banjengeentethe, Lowo waneka amazulu njengeyasuyasu elicikizekileyo, owatwabulula njengentente yokuhlala,+
22 Kukho Lowo uhlala phezu kwesazinge somhlaba,+ abo bahlala kuwo banjengeentethe, Lowo waneka amazulu njengeyasuyasu elicikizekileyo, owatwabulula njengentente yokuhlala,+