Eksodus 33:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wongezelela wathi: “Akunakububona ubuso bam, kuba akukho mntu unokundibona aze aphile.”+ Duteronomi 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo.+ Neva isandi samazwi, kodwa anabona mbonakalo+—yaba lilizwi lodwa.+ Duteronomi 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo, Yohane 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+ Yohane 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UThixo unguMoya,+ nabo bamnqulayo bamele banqule ngomoya nenyaniso.”+
12 Wathetha uYehova kuni ephakathi komlilo.+ Neva isandi samazwi, kodwa anabona mbonakalo+—yaba lilizwi lodwa.+
15 “Nize niyinyamekele kakuhle imiphefumlo yenu,+ ngokuba anibonanga mbonakalo yanto+ mhla wathethayo uYehova kuni eHorebhe phakathi komlilo,
18 Akukho mntu umbonileyo uThixo nangaliphi na ixesha;+ uthixo+ okuphela kozelweyo osesifubeni+ kuYise ngulowo umcacisileyo.+