IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 74:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuya kude kube nini na, Thixo, utshaba luqhubeka lungcikiva?+

      Ngaba utshaba luya kuqhubeka luliphatha ngokungenantlonelo ngonaphakade igama lakho?+

  • Isaya 37:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wathi uIsaya kubo: “Nize nithi enkosini yenu, ‘Utsho uYehova ukuthi,+ ‘Ningoyiki+ ngenxa yamazwi eniwavileyo, abawathethileyo abalindi+ bakakumkani waseAsiriya benditshabhisa.

  • Roma 2:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba “igama likaThixo liyanyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga”;+ kanye njengoko kubhaliwe.

  • Yakobi 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ziyalinyelisa+ igama elihle enabizwa ngalo,+ akunjalo?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share