Luka 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Uzuko kwiindawo eziphakamileyo+ phezulu kuThixo, uxolo+ emhlabeni phakathi kwabantu abakholekileyo.”+ IZenzo 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, abo babechithachithekile balityhutyha ilizwe bevakalisa iindaba ezilungileyo zelizwi.+ IZenzo 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+ Galati 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+ Efese 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye weza wavakalisa iindaba ezilungileyo zoxolo+ kuni, nina enikude, noxolo kwabo bakufuphi,+
14 “Uzuko kwiindawo eziphakamileyo+ phezulu kuThixo, uxolo+ emhlabeni phakathi kwabantu abakholekileyo.”+
36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+
8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+