1 Korinte 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba okwangoku sibona luzizi ngesipili sesinyithi,+ kodwa ngoko siya kubona ubuso ngobuso.+ Okwangoku ndazi ngokuyinxenye, kodwa ngoko ndiya kwazi ngokuchanileyo kwananjengoko nam ndisaziwa ngokuchanileyo.+
12 Kuba okwangoku sibona luzizi ngesipili sesinyithi,+ kodwa ngoko siya kubona ubuso ngobuso.+ Okwangoku ndazi ngokuyinxenye, kodwa ngoko ndiya kwazi ngokuchanileyo kwananjengoko nam ndisaziwa ngokuchanileyo.+