Yohane 12:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 khon’ ukuze ilizwi likaIsaya umprofeti lizaliseke elo walitshoyo esithi: “Yehova, ngubani na okholiweyo kwinto esiyivileyo?+ Yaye yona ke ingalo kaYehova, ityhileke kubani na?”+ Roma 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, abazithobelanga bonke iindaba ezilungileyo.+ Kuba uIsaya uthi: “Yehova, ngoobani na abakholwayo koko bakuvileyo kuthi?”+
38 khon’ ukuze ilizwi likaIsaya umprofeti lizaliseke elo walitshoyo esithi: “Yehova, ngubani na okholiweyo kwinto esiyivileyo?+ Yaye yona ke ingalo kaYehova, ityhileke kubani na?”+
16 Noko ke, abazithobelanga bonke iindaba ezilungileyo.+ Kuba uIsaya uthi: “Yehova, ngoobani na abakholwayo koko bakuvileyo kuthi?”+