Isaya 40:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ngokuqinisekileyo ubuqaqawuli bukaYehova buya kutyhileka,+ yonke inyama ibubone,+ kuba umlomo kaYehova uthethile.”+ Mateyu 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa esidlangalaleni, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngenxa yokuba uzifihlile ezi zinto kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana.+ Yohane 14:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+
5 Yaye ngokuqinisekileyo ubuqaqawuli bukaYehova buya kutyhileka,+ yonke inyama ibubone,+ kuba umlomo kaYehova uthethile.”+
25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa esidlangalaleni, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngenxa yokuba uzifihlile ezi zinto kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana.+
10 Akukholelwa na ukuba mna ndimanyene noBawo yaye uBawo umanyene nam?+ Izinto endizithethayo kuni andizithethi ngokuphuma kum; kodwa uBawo omanyene nam wenza imisebenzi yakhe.+