IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Kuba kukho ithemba nangomthi.

      Ukuba uthi ugawulwe, uya kuhluma kwakhona,+

      Yaye isetyana lawo aliyi kuyeka ukubakho.

  • Isaya 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kumele kuphume isetyana+ esiphunzini sikaYese;+ yaye ihlumelo eliphuma ezingcanjini zakhe+ liya kuba nesiqhamo.+

  • Zekariya 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Uze uthi ke kuye,

      “‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Nantsi indoda+ egama layo linguHlumelo.+ Kwaye uya kuhluma endaweni yakhe, ibe ngokuqinisekileyo uya kuyakha itempile kaYehova.+

  • Filipi 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Hayi khona, kodwa waziqongqotha waza wathabatha ubume bekhoboka,+ wafana nabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share